Letra Nomanyange de Zonke

Letra de Nomanyange

Zonke


Nomanyange
Zonke
(0 votos)
Oh yeah
Yeah hey hey hey oh
Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya yeHoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye

Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam

Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam
Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam

Babelapho bonke
Besithi kuye
Babelapho bonke bemkhalimela hayi

Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (uzozal′amantombazana odwa)
Oh hayi
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa)
Ndimlo ndingomnye wabo (hey umama nimyeke woo)

(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(La-la-la-la) hey umama nimyeke

Bambiza amagama
Bath′usisihelegu, bambiz'isihelegu
Wothwalwa ngubani na xa esenz'abantwana
Abangenaw′ thwal′igama, abangenaw'thwal′usapho

She couldn't take it anymore
Not a day longer
Ain′t nothing wrong with my babies
She said
I'll take them and I will leave

Oh hayi!
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal′amantombazana odwa)

Oh hayi

Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)

Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo

(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen′uzozal′amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz′ukuthi)
(Ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal′amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz′ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal′amantombazana?
(Yena wayesaz′ukuthi ingonyamakazi yam
(Wen'uzozal′amantombazana uzothwal'amantombazana

(Yena wayesaz′ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal′amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen′uzozal′amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz′ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal′amantombazana uzothwal'amantombazana)
(Yena wayesaz′ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal′amantombazana)

Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, uzozal′amantobazana
Uzozal'amantobazana, uzozal′amantobazana, uzozal'amantobazana


Comparte Nomanyange! con tus amigos.


Que tal te parece Nomanyange de Zonke?
Pesima
Mala
Regular
Buena
Excelente