Letra Dali de Ntando

Letra de Dali

Ntando


Dali
Ntando
(0 votos)
Ndiyababona bonke kodwa
Dali nguwe
I wonder yintoni na le endenza
Ndicule nguwe
Nd'zakubamb'egxeni mihla yonke
Yokuphila kwami.
Ndizokukhuthaza nob'izinto
Sezibhek'ecaleni.
Umlingani ngowani na xayengasoz'
Akupholis'amanxeba, mhmm.
Ntombi ndiyabulela zang'indishiy'
Enyanyeni, eh eh

Ndyakuthembisa ntomb'entle
Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe.
Ndyakuthembisa ntombe'entle
Ndzabalidwala lakho kunaphakade
(Umamiya)
Ndzakubabonisa mamiya
Ngob'abaninzi bathi ndidlala
Ngawe



Ndiyababona bonke kodwa
Dali nguwe
I wonder yintoni na le endenza
Ndicule nguwe

Kawubamb'isandla sam ubayeke
Abanezothe.
Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke.
Ndingenza nantoni ndingavuma
Nangoku ngako konke.
Soze ndikuyeke mama nangoku.

Ndyakuthembisa ntomb'entle
Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe
Ndyakuthembisa ntombe'entle
Ndzabalidwala lakho kunaphakade
(Umamiya)
Ndzakubabonisa mamiya
Ngob'abaninzi bathi ndidlala
Ngawe

Ndiyababona bonke kodwa
Dali nguwe
I wonder yintoni na le endenza
Ndicule nguwe


Comparte Dali! con tus amigos.


Que tal te parece Dali de Ntando?
Pesima
Mala
Regular
Buena
Excelente