Letra Imibuzo de Nathi

Letra de Imibuzo

Nathi


Imibuzo
Nathi
(0 votos)
Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndizi buze imibuzo

Ngelinye ixesha s'thandwa sam

Kuba ngathi aluboni uthando lwam Ngelinye ixesha s'thandwa sam

Ndibangazama awuboni umzamo wam
Kodwa xa ndingekho phambi kwakho uyayazi kubanjani nah

Kuba xa ungekho phambi kwam ndiyayazi kunjani kum
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizi buze imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku
Usakhumbula uba kukho izithembiso
Esazenzayo phambi komfundisi nabantu
Kuba wawuthe uzakuba nam noba kunjani ebuhleni nasebubini
Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunuhamba ufunu thathi zinto zakho ugoduke

Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunu goduka ngenxa yokuba ndingena mali
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizi buze imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndingalali ebusuku
Yeyani yeyani le mibuzo ndinayo ngawee
Yeyani yeyani na kutheni ndizi buza lemibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndizi buze imibuzo
Uyenza buhlungu intliziyo yam
Undenza ndingalali ebusuku


Comparte Imibuzo! con tus amigos.


Que tal te parece Imibuzo de Nathi?
Pesima
Mala
Regular
Buena
Excelente