Letra Ukuthanda Wena de Nathi

Letra de Ukuthanda Wena

Nathi


Ukuthanda Wena
Nathi
(0 votos)
repeat x2
ukuthanda wena lady
kungumsebenzi wam
ukundithobela wena
kungemsebenzi wakho

repeat x2
oko ndathandana nawe
bakhany"ubomi kwamnandi
sathandana waba
lubambo lwam

ukuthanda wena lady
kungumsebenzi wam
ukundithobela wena
kungumsebenzi wakho

ukuthanda wena lady
kungumsebenzi wam
ndithobela wena
kungumsebenzi wakho

repeat x3
oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
lubambo lwam

repeat x2
azange wakhe wandiphoxa
azange wandishiya
azange wakhe wandihlazisa
lubambo lwam

oko ndathandana nawe
kwakhanya njengemini kwamnandi sathandana waba
lubambo lwam

repeat x3
oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
lubambo lwam

END


Comparte Ukuthanda Wena! con tus amigos.


Que tal te parece Ukuthanda Wena de Nathi?
Pesima
Mala
Regular
Buena
Excelente